Ezekiel 35:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kukwenza ingcitakalo engunapakade, nezixeko zako zona aziyi kumiwa; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kukwenza kube senkangala kuwe ngonaphakade, imizi yakho ingemiwa mntu; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukwenza kube senkangala kuwe ngonaphakade, nemizi yakho ingabuyi; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukwenza ube yinkangala ngonaphakade; izixeko zakho zilil' ibhungane. Uya kuqonda ke ukuba mna ndinguNdikhoyo.