Ezekiel 36:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo wena, nyana woluntu! profitesha kuzo intaba zakwa‐Sirayeli, uti: Zintaba zakwa‐Sirayeli! yivani ilizwi likayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, nyana womntu, profeta ngazo iintaba zakwaSirayeli, uthi, Zintaba zakwaSirayeli, liveni ilizwi likaYehova!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, nyana womntu, profeta ngazo iintaba zakwaSirayeli, uthi, Zintaba zakwaSirayeli, liveni ilizwi likaYehova!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mntundini, shumayela ubhekise kwiintaba zakwaSirayeli, uthi: Zintaba zakwaSirayeli, yivani ilizwi *likaNdikhoyo.