Ezekiel 36:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe ndiya kwandisa pezu kwenu abantu nezilo, abaya kwanda, bacu̔me nokucu̔ma; ndandiya kunihlalisa njengokwapambili ukumila kwenu, ndi n enzele okulungileyo ngapezu kwokwokuqala kwenu; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kwandisela abantu ke neenkomo phezu kwenu, bande, baqhame; ndinenze nimiwe ngokwangaphambili ke, ndinenzele okulungileyo ngaphezu kokwasekuqaleni kwenu; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kwandisela abantu neenkomo phezu kwenu; kwaye baya kwanda bathwale isiqhamo; ndiya kukwenza ube ngoobutyebi bakho obudala, ndikwenze ulunge ngakumbi kunoko wawuqalileyo; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kulandisa inani labantu nemfuyo; ziya kuchuma zande. Ndiya kumisa abantu kuni, kube ngcono kuni kunangaphambili. Niya kuqonda ngoko ukuba ndinguNdikhoyo.