Ezekiel 36:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaye ndiya kubenza abantu bahambe pezu kwenu, abantu bam o‐Sirayeli; abaya kukufuya, wauya kuba lilifa labo, uze ungapindi kanjako ukubahluta abantwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndohambisa abantu phezu kwenu, abantu bam amaSirayeli, bakuzuze ube lilifa labo, ungasabuyi ubahluthe abantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubahambisa abantu phezu kwenu, bantu bam amaSirayeli; baya kulihlutha, libe lilifa labo, ungabi salithabatha ebantwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubenza abantu bam, amaSirayeli, banyathele phezu kwenu. Niya kuba ziintaba zabo, nibe lilifa labo. Anisoze niphinde nibahluthe abantwana babo.