Ezekiel 36:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ngenxa yokuba besiti kuni: U lilizwe elidlayo abantu, nelihlutayo izizwe zako abantwana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba bathi kuwe, Usisidlabantu, uluhluthe abantwana uhlanga lwakho:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba besithi kuwe, Ilizwe lakho liyazitshabalalisa iintlanga, liziphanga iintlanga zakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Itsho iNgangalala uNdikhoyo kwilizwe lakwaSirayeli ukuthi: Njengoko abantu besithi: ‘Uyabaqwenga abantu, isizwe usihluthe abantwana,’