Ezekiel 36:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndabati sa pakati kwabaheyideni, bacitwa pakati kwamazwe: ngokwendlela yabo nangokwezenzo zabo ndabagweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabenza baba lusali ezintlangeni, bachithwachithwa emazweni; ndabagweba ngokweendlela zabo, nangokweentlondi zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndazivakalisa ezintlangeni, zaziswa ke ezizweni; Ndabagweba ngokweentshukumo zabo, nangezenzo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndawasarhaza ezizweni aziimbacu emazweni, ndabohlwaya ngokwesimo nezenzo zawo.