Ezekiel 36:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kutshiza pezu kwenu amanzi amhlope, naniya kuhlambuluka; kuko konke ukunco̔la kwenu, nakuzo zonke izitixwana zenu, ndonihlambulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kunitshiza ngamanzi amhlophe, nihlambuluke;ndinihlambulule kubunqambi benu bonke, nakwizigodo zenu zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kunitshiza ngamanzi amhlophe, nihlambuluke; Ndiya kunihlambulula kuko konke ukungcola kwenu nakomoya wenu ongcolileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kunitshiza ngamanzi acocekileyo ukuze nicoceke; ndiya kukukhupha ukungcola kuni, ndinenze nahlukane nezithixo.