Ezekiel 36:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kuhlala elizweni endalinikayo koyihlo benu; niya kuba ngabantu bam, nam ndoba ngutixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
niya kuhlala ezweni endalinika ooyihlo; nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
niya kuhlala ezweni endalinika ooyihlo; nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuhlala elizweni endandilabele ookhokho benu; niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.