Ezekiel 36:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nelizwe elibe libugxwayiba lona liya kulinywa, endaweni yokuba libugxwayiba emehlweni abo bonke abadlulayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe ebe kusenkangala kulo liya kulinywa, endaweni yokuba bekusenkangala kulo emehlweni abo bonke abadlulayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwe ebeliphanzile liya kulinywa, ngoxa liyinkangala phambi kwamehlo abo bonke abadlulayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba oyinkangala uya kulinywa, uze ungalali ube yinkangala kubantu abacanda kuwo.