Ezekiel 36:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ndoba ndisabuzelwa oku yindlu ka‐Sirayeli, ukuba ndibenzele kona; ndobandisa njengomhlambi ngabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ngale nto ndisaya kuquqelwa yindlu kaSirayeli, ukuba ndibenzele; ndiya kubandisa babe sisintu njengomhlambi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Ndisaya kuyibuza loo nto kwindlu kaSirayeli, ukuba ndiyenze kubo; ndiya kubandisa njengomhlambi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: Kwakhona ndiza kukuphulaphula ukubongoza kwendlu kaSirayeli, ndibenzele oku: Ndiya kubenza abantu bayo bande okweegusha,