Ezekiel 36:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, bona ke, ndingecala lenu, ndandiya kubeka kuni, naniya kulinywa nihlwayelwe nokuhlwayelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, niyabona, ndingakuni; ndobuyela kuni, nilinywe, nihlwayelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba, uyabona, ndingakuwe; ndiya kubuyela kuwe, uhlwayelwe, utyalwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyavelana nani, ndaye ndiza kunibonelela; niza kulinywa nihlwayelwe.