Ezekiel 37:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naye niya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, ekuvuleni kwam amancw̔aba enu, nasekuninyuseni kwam kuwo amancw̔aba enu, bantu bam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kwazi ukuba ndinguYehova, ekuwavuleni kwam amangcwaba enu, nasekuninyuseni kwam, niphume emangcwabeni enu, bantu bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kwazi ukuba ndinguYehova, ekuwavuleni kwam amangcwaba enu, bantu bam, ndinikhuphe emangcwabeni enu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuqonda ke nina, bantu bam, ukuba ndinguNdikhoyo, xa ndiwavula amangcwaba enu, ndinikhupha kuwo.