Ezekiel 37:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Netabanakele yam yona yoba pezu kwalo; ndandiya kuba ngutixo walo, luti lona lube ngabantu bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umnquba wam uya kuba phezu kwabo, ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umnquba wam woba nabo; ewe, ndiya kuba nguThixo wabo, babe ngabantu bam bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikhaya lam liya kuba phakathi kwabo; ndiya kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.