Ezekiel 37:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kum: Nyana woluntu! aya kupila na amatambo la? Ndaza ndati: Nkosi Yehova! wena uyazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo?Ndathi, Nkosi Yehova, kwazi wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo? Ndaphendula ndathi, Nkosi Yehova, nguwe owaziyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi: “Mntundini, angaba saphila na la mathambo?” Ndaphendula ndathi: “Nguwe owaziyo, Mhlekazi Ndikhoyo.”