Ezekiel 37:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Itsho inkosi e nguyehova kulamatambo ukuti: Bona ke, ndiya kungenisa kuni umoya, naniya kupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Itsho iNkosi uYehova kula mathambo, ukuthi, Niyabona, ndingenisa umoya kuni; niya kuphila ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
“Itsho iNkosi uNdikhoyo ngala mathambo niyabona, ndiniphefumlela, niphile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Itsho iNkosi uNdikhoyo kula mathambo ukuthi: Ndiya kufaka umoya kuni ukuze nidle ubomi.