Ezekiel 38:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya bubizela iṙele ngakuye kuzo zonke intaba zam, itsho inkosi e nguyehova; iṙele lomnye loba ngakuye umlingane wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndombizela ikrele ezintabeni zam zonke, itsho iNkosi uYehova; ikrele lomntu liya kuma kumzalwana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumbiza ngokuba likrele ezintabeni zam zonke, utsho uYehova; ikrele lomntu liya kuma kumzalwana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kumema amakrele kuzo zonke iintaba zam ukuza kutyakatya uGogi, itsho iNgangalala uNdikhoyo. Abacala-nye baya kubulalana.