Ezekiel 38:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ndiya kuzenza mkulu, ndizingcwalise; ndandiya kwazeka pambi kwamehlo ezizwe ezininzi, eziya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuzikhulisa, ndizingcwalise, ndizazise ngokwam emehlweni eentlanga ezininzi; zazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke ndiya kuzizukisa, ndizingcwalise; Ndiya kwaziwa emehlweni eentlanga ezininzi, zazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuba ndibonisa ubungangamsha bam; ndibe ke ndiyazazisa kwintlaninge yezizwe. Baya kuqonda ukuba mna ndinguNdikhoyo.”