Ezekiel 38:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ama‐Peresiya, nama‐Tiyopiya, nama‐Pute kunye nawo, enekakana nomnqwazi onke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
benamaPersi namaKushi namaPuti, onke ephela eneengweletshetshe nezigcina-ntloko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
namaPersi, namaKushi, namaLubhi; bonke bephela bephethe ingweletshetshe nezigcina-ntloko;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
IPeshiya neKushe nePuti ziya kuba phakathi kwabo, bonke bephethe amakhaka, benxibe iminqwazi yokuzikhusela,