Ezekiel 39:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, bonke abantu belizwe baya kuncw̔aba, okuya kuba ludumo kubo, mhlana ndiya kwenzelwa ubungcwalisa, itsho inkosi e nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bonke abantu belizwe eli bangcwabe, kube ludumo kubo mini ndizizukisayo; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bonke abantu belizwe eli baya kubangcwaba; yaye liya kuba ligama labo ngemini yokuzukiswa kwam,” utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kungcwatywa sisizwe siphela, ize loo mini yobungangamsha bam ibe ludumo kubo, itsho iNkosi uNdikhoyo.