Ezekiel 39:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kubalula amadoda afuti emsebenzini, edlula elizweni, ebancw̔aba kunye nabadluli abo baseleyo pezu kwobuso belizwe, alicokise: ekupeleni kwenyanga ezisixe̔nxe aya kupengulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kubalula amadoda anomonde acandacanda elizweni, nahamba nalawo acandacandayo, angcwabe abaseleyo ebusweni belizwe, ukuba alihlambulule. Ekupheleni kweenyanga ezisixhenxe aya kuligocagoca.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlula amadoda asebenza ngokusisigxina, ahambahamba engcwabeni ilizwe, nalawo ahambahamba ehlabathini lonke ukuze alihlambulule; ekupheleni kweenyanga ezisixhenxe baya kufuna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuya kumiselwa amadoda aya kuzingisa ngokulicoca ilizwe. Amanye aya kuhamba lonke ilizwe, amanye angcwabe ezo zidumbu zisabonakalayo phezu komhlaba. Emva kweenyanga ezisixhenxe aya kuqalisa ukuzingela kulo lonke ilizwe,