Ezekiel 39:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako igama lesixeko sakona soba yi‐Hamona. Kwa njalo baya kucokisa ilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Igama lomzi okhona liya kuba nguNgxokolo; balihlambulule ke ilizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Igama lesixeko liya kuba yiHamona. Ngoko baya kulicoca ilizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho kuya kubakho nesixeko esiyiHamona. Kuya kuba njalo ke ukuhlanjululwa kwelizwe.