Ezekiel 39:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokwokunco̔la kwabo nanjengokwezigqito zabo ndenzile kubo, ndabafihlela ubuso bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabenza ngokobunqambi babo nangokwezikreqo zabo, ndabusithelisa ubuso bam kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabenza ngokokungahlambuluki kwabo nanjengokunxaxha kwabo, ndaza ndabusithelisa ubuso bam kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndabohlwaya kangangokudyobheka kwabo nakangangezikreqo zabo. Ndazifihla kubo.