Ezekiel 39:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ndibabuyisile ebantwini, ndababuta emazweni entshaba zabo, na nxa ndingcwalisiwe kubo pambi kwamehlo ezizwe ezininzi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubabuyiseni kwam ezizweni, ekubabutheni kwam emazweni eentshaba zabo, ndozingcwalisa kubo emehlweni eentlanga ezininzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubabuyiseni kwam ezintlangeni, ndibabuthe emazweni eentshaba zabo, ndibangcwalise emehlweni eentlanga ezininzi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuba ndibaphuthumile ezizweni, ndababutha emazweni eentshaba zabo, zonke izizwe ndiya kuzibonisa ngabo ukuba akukho namnye unjengam.