Ezekiel 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokudla kwako, oko uya kukutya, kwoba ngokulinganiswa, ishekele ezingamashumi mabini ngamini nye: kwixesha ngexesha uya kukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukudla kwakho oya kukudla koba ngokomlinganiselo, iishekele ezimashumi mabini ngosuku; uya kusidla amaxesha ngamaxesha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukudla kwakho oya kukudla, makube ziishekele ezimashumi mabini ngemini; yitya qho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze wenze umlinganiselo onganeno nje kwekota yekhilogram yokutya omawukutye ngosuku ngamaxesha amiselweyo.