Ezekiel 4:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Namanzi uya kuwasela ngokwabiwa, isiqingata sesitandatu sehine: kwixesha ngexesha uya kusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Namanzi wowasela ngomlinganiselo, isahlulo sesithandathu sehin; uya kusisela amaxesha ngamaxesha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sela amanzi ngokomlinganiselo, isahlulo sesithandathu sehin; rhoqo kwaye emva koko kufuneka usele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uya kwenza umlinganiselo ongaphezulwana kwesiqingatha selitha yamanzi oya kuwasela ngamaxesha amiselweyo.