Ezekiel 40:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yalinganisa ububanzi kwa kuwo umpambili wesango lasezantsi, pambi kwebala lapakati ngapandle, ikulu lekubite, ngasempumalanga nangasenode.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walinganisa ububanzi, ethabathela phambi kwesango lentendelezo ephantsi, esa phambi kwelentendelezo ephakathi nganeno kwalo; zalikhulu leekubhite ngasempumalanga nangasentla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walinganisa ububanzi, ethabathela phambi kwesango lentendelezo ephantsi, esa phambi kwelentendelezo ephakathi ngaphandle, zalikhulu leekubhite ngasempumalanga nangasentla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yalinganisa umgama ukusuka phakathi kwisango elingezantsi kuye kuthi gaa ngaphandle kwentendelezo engaphakathi; wawuziimitha ezimashumi mahlanu kwisango lasempumalanga ngokunjalo nakwelingentla.