Ezekiel 40:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wandizisa kona; kekaloku nantsiya indoda, ekubonakala bekunjengokubonakala kwexina, inentsontelo yefelase esandleni sayo, nengcongolo yokulinganisa, eyema esangweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wandisa khona: nanko umntu, okubonakala kunjengokubonakala kobhedu, ephethe intsontelo yeflakisi ngesandla, nengcongolo yokulinganisa; waye ke emi esangweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandisa khona, ndabona indoda enjengokubonakala kobhedu, iphethe esandleni sayo intsontelo yelinen emhlophe, noswazi lokulinganisa; wema esangweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wandisa apho, ndaza ndabona umfo owayekhangeleka ngathi sisinyithi. Wayemi esangweni, ephethe intsontelo yelinen noluthi lokulinganisa.