Ezekiel 40:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko inkambili nengcango zazo ngakuzo izibonda zamasango; kona apo bekuhlanzwa idini lokutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Igumbi nomnyango walo lalingasezintsikeni zamasango;bebewahlamba khona amadini anyukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amagumbi neengcango zawo bezisezimbombeni zeminyango, apho bekuhlanjwa khona amadini anyukayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malunga nevaranda yesango ngalinye kwaphakathi kwakukho igumbi elinomnyango apho ayehlanjwa khona amadini atshiswayo.