Ezekiel 41:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
pezulu pezu kwomnyango, kude kwasendlwini pakati, nangapandle, nakulo lwonke udonga ngento engqongayo, pakati nangapandle, kwatatyatwa imilinganiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
naphezu kweminyango, kwada kwasendlwini ngaphakathi nangaphandle, naseludongeni lonke, kwajikeleza ngeenxa zonke, ngaphakathi nangaphandle, kwaba yimilinganiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwada kwasa phezulu emnyango, endlwini ngaphakathi nangaphandle, naseludongeni lonke, ngaphakathi nangaphandle, kwaba yimilinganiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kule ndawo iphezu kwesango ngaphandle kwentendelezo ephakathi, nasezindongeni zeentendelezo ephakathi neyokuqala,