Ezekiel 41:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ububanzi bocango bebuzikubite zilishumi; namacala ocango, ebezikubite zintlanu ngelicala, nekubite zintlanu ngeliya: yayilinganisa ubude bayo, ikubite ezingamashumi mane, nobubanzi, ikubite ezimashumi mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ububanzi bomnyango bebuziikubhite ezilishumi; amacala omnyango aba ziikubhite ezintlanu ngapha, iikubhite ezintlanu nangapha. Wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mane, ububanzi baziikubhite ezimashumi mabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ububanzi bomnyango bebuziikubhite ezilishumi; amacala omnyango aba ziikubhite ezintlanu ngapha, iikubhite ezintlanu nangapha; wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mane, ububanzi baba ziikubhite ezimashumi mabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ububanzi ekungeneni babuziimitha ezintlanu, zona iindonga ezimi macala ziziimitha ezimbini ezinesiqingatha semitha ububanzi. Yenza nomlinganiselo wegumbi lesibingelelo elingaphandle, wafumana sibubude obuziimitha ezingamashumi amabini nobubanzi obuziimitha ezilishumi.