Ezekiel 42:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Napambi kwazo inkambili bekuko indawo yokuhamba yekubite ezilishumi ububanzi bayo ngapakati, n endlela yekubite inye; nengcango zazo bezingasenode.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phambi kwamagumbi kwakukho indawo yokuhamba, ububanzi bayo buziikubhite ezilishumi; kukho indlela eziikubhite zilikhulu, ebheka phakathi; iminyango yazo ke ibheka ngentla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phambi kwamagumbi kwakukho indawo yokuma, ububanzi bayo buziikubhite ezilishumi; wona amasango awo ngangasentla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphambi kwamagumbi kwakukho inyoba ebubanzi busisihlanu seemitha nobude obungamashumi amahlanu eemitha. Iminyango engena enyobeni yayijonge emantla.