Ezekiel 43:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena, nyana woluntu! bonisa indlu ka‐Sirayeli indlu le, baze babe nentloni ngenxa yenkohlakalo zabo; kanjalo mabalinganise umfanekiselo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, nyana womntu, indlu kaSirayeli yixelele le ndlu, beve ihlazo ngenxa yobugwenxa babo, basilinganise isakhiwo esilinganiselweyo ngokuhle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyana womntu, indlu kaSirayeli yibonise indlu, ukuze badane ngenxa yobugwenxa babo; kwaye ulinganise umzekelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mntundini, bachazele ngendlu kaThixo abantu bakwaSirayeli, khon' ukuze bazidanele izono zabo. Mabayiqwalasele iplani yendlu yam,