Ezekiel 43:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ne‐Hareli, zikubite zine; nakuyo i‐Ariyeli kwa kude kube pezulu, zimpondo zine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intaba kaThixo yoba ziikubhite ezine; zothabathela ezikweni likaThixo, zinyuse iimpondo ezine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, isibingelelo siya kuba ziingcango ezine; ukusuka esibingelelweni ukuya phezulu kuya kubakho iimpondo ezine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umphakamo weziko leqonga ziimitha ezimbini, kuze apho eziko kubekho iimpondo ezine ezijonge phezulu.