Ezekiel 43:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ne‐Ariyeli, ilishumi linesibini lekubite ubude bayo, ngeshumi elinesibini ububanzi bayo, inamacala mane emacaleni ayo omane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iziko likaThixo loba ziikubhite ezilishumi elinambini ubude balo, ishumi elinambini ububanzi balo; loba mbombo ne ngokwamacala alo omane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubude besibingelelo boba ziikubhite ezilishumi elinambini, ububanzi baso bube ziikubhite ezilishumi elinambini, amacala aso alingane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iziko leqonga linamacala alinganayo; icala ngalinye lisisithandathu seemitha.