Ezekiel 43:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku mabakwelelise umbulo wabo, nezidumbu zokumkani babo, kude kum, ndandiya kuhlala pakati kwabo kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku ke mabakhwelelise kum ubuhenyu babo, nezidumbu zookumkani babo, ndihlale phakathi kwabo ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku ke mabasuse ubuhenyu babo nezidumbu zookumkani babo kum, ndihlale phakathi kwabo ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoku amaSirayeli makabushenxise phambi kwam ubuhenyukazi bawo kwanezidumbu zookumkani bawo, ndize ke mna ndihlale phakathi kwawo ngonaphakade.