Ezekiel 44:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabantu bam baya kubabonisa pakati kwokungcwele nokungengcwele, babazise pakati kwokunco̔lileyo nokucocekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bobayala abantu bam, ukuba bahlule okungcwele kokuhlambeleyo, babazise okuyinqambi nokuhlambulukileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubafundise abantu bam, ukubahlula okungcwele kokungangcwele, ukuba bahlule phakathi kwento ehlambulukileyo nento ehlambulukileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka bafundise abantu bam umahluko phakathi kwezinto ezahlulelwe mna nezizezinye, nokuba babe nako ukuyahlula leyo *inomlaza kwenyulu.