Ezekiel 44:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kwoba lilifa kubo: mna ndililifa labo; naye ningayi kubanika nanye imfuyo kwa‐Sirayeli; mna ndiyimfuyo yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko koba lilifa labo, ibe ndim ilifa labo; ningabaniki nzuzo kwaSirayeli; ndim inzuzo yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko koba lilifa labo, ibe ndim ilifa labo; musani ukubanika ubutyebi kwaSirayeli; Yimpahla yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Makube kuphela kwam ilifa lababingeleli. Mabanganikwa mhlaba ungowabo kwaSirayeli; ndim owabo.