Ezekiel 46:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Isango lebala lapakati, elibeka ngasempumalanga, loba livaliwe imihla yomitandatu yokusebenza; kodwa ngomhla wesabata liya kuvulwa, nangomhla wokutwasa kwenyanga liya kuvulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Isango lentendelezo ephakathi, elikhangele empumalanga, lohlala livaliwe ngeentsuku ezintandathu zokusebenza; ngomhla wesabatha livulwe, ngomhla wokuthwasa kwenyanga livulwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Itsho iNkosi uYehova ukuthi; Isango lentendelezo ephakathi, elikhangele empumalanga, lovulwa iintsuku ezintandathu zokusebenza; kodwa ngomhla wesabatha liya kuvulwa, nangomhla wokuthwasa kwenyanga livulwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: ‘Isango lentendelezo ephakathi elijonge empumalanga kufuneka livalwe mba ngazo zonke iintsuku ezintandathu zomsebenzi, luze luvulwe *ngoMhla wokuPhumla nangoMhla wokuThwasa kweNyanga.