Ezekiel 46:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yoti inkosi ekungeneni kwabo ingene pakati kwabo; nasekupumeni kwabo, baya kupuma kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isikhulu songena siphakathi kwabo ekungeneni kwabo; bathi ekuphumeni kwabo, siphume kunye nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye isikhulu phakathi kwabo songena ekungeneni kwabo; bathi ekuphumeni kwabo, baphume.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inkosi kufuneka ibe phakathi kwabo, ingene kunye nabo, ize iphume kunye nabo.