Ezekiel 46:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo abantu belizwe baya kubedesha ngaselucangweni lwelisango, ngesabata nangenyanga ezitwasileyo, ebusweni bukayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu belizwe eli boqubuda ekungeneni kwesango ngesabatha nasekuthwaseni kwenyanga, phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngendlela efanayo, abantu belizwe baya kuqubuda emnyangweni weli sango phambi koYehova ngeesabatha nasekuthwaseni kwenyanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NgeMihla yokuPhumla neyokuThwasa kweNyanga abantu belizwe bonqula phambi kukaNdikhoyo ekungeneni kwesango.