Ezekiel 47:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa amabikibiki alo namacibi alo akayi kupiliswa, aya kunikwa etyuweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke imigxobhozo yalo, namadike alo, akayi kuphila; aya kunikelwa ekubeni mtyuba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke iindawo zalo ezinodaka nemigxobhozo yalo aziyi kuphiliswa; baya kunikwa ityuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yona imigxobhozo iya kuhlala imtyuba; kuzuzwa ityuwa kuyo.