Ezekiel 47:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kulidla ilifa lalo, omnye njengomnye, endapakamisa isandla sam ukuba ndolinika koyihlo benu; laye ilizwe eli liya kuwa kuni ngelifa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe niya kulidla ilifa, elowo alidle njengowabo;ngokuba ndaphakamisa isandla sam sokuba ndilinike oyihlo;lowela kuni eli lizwe ngokwelifa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwe niya kulidla ilifa, elowo kummelwane wakhe, ngokuba ndasiphakamisa isandla sam ukuba ndilinike ooyihlo; loba lilifa lenu eli lizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuzahlulela ngokulinganayo, kuba ndathembisa ngesifungo ukuba lo mhlaba ndiya kuwunika ookhokho benu ukuze ube lilifa lenu.