Ezekiel 47:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabuya yalinganisa iwaka, yandidlulisa emanzini; ati amanzi afik ela amadolo. Yabuya yalinganisa iwaka, yandidlulisa; ati amanzi afik ela isinqe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha emadolweni. Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha esinqeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya walinganisa iwaka, wandithuthuzela emanzini; amanzi ayefika emadolweni. Wabuya walinganisa iwaka, wandithuthuzela; amanzi ebefika esinqeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaphinda yalinganisa kangangamakhulu amahlanu eemitha, yandisa kumanzi abetha edolweni. Yaphinda yalinganisa kangangamakhulu amahlanu eemitha, yandiweza kumanzi abetha esinqeni.