Ezekiel 47:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yati kum: Ubonile na, nyana woluntu? Yandula yandihambisa, yandibuyisela elunxwemeni lwomlambo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kum, Ubonile na, nyana womntu? Wandihambisa, wandibuyisa phezu kodini lomlambo lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kum, Ubonile na, nyana womntu? Yandibuyisela elunxwemeni lomlambo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yabuza kum yathi: “Mntundini, uyayibona na le nto?” Yabuya nam, yandisa elunxwemeni lomlambo.