Ezekiel 47:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa bendibuyile, kekaloku nantsiya elunxwemeni lwomlambo into eninzi yemiti, ngelicala nangeliya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubuyeni kwam, nanko kukho eludinini lomlambo imithi emininzi kunene, ngapha nangapha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubuyeni kwam, nanko kukho imithi emininzi elunxwemeni lomlambo, ngapha nangapha;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuba ndilapho ndabona imithi emininzi ikhula macala omabini omlambo.