Ezekiel 48:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abayi kutengisa nto yalo ndawo, nolibo lwelizwe abayi kwanana ngalo, abayi kuludlulisela kwabanye kanjako; ngokuba iyingcwele kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke abayi kuthengisa ngento yaso, bangananisi ugayo, bangayidluliseli kwabanye intlahlela yelo zwe; ngokuba ingcwele kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize bangayithengisi, banganibanisi ngayo, banganikeli amazibulo elizwe elo, ngokuba ingcwele kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze bangawuthengisi okanye batshintshise ngawo. Ngumhlaba okhethekileyo lo; ngako oko uze ungabi ngowabanye abantu, kuba ungumhlaba owodwa kaNdikhoyo.