Ezekiel 48:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umnikelo eniya kunikela ngawo kuyehova, ubude ngamawaka angamashumi mabini anamahlanu, nobubanzi ngamawaka alishumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umrhumo eniya kuwurhumela uYehova woba ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ubude, ube ngamawaka alishumi ububanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umnikelo wasemlilweni oya kuwuzisa kuYehova ufanele ube ngamashumi amabini anesihlanu amawaka ubude neshumi lamawaka ububanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Lo mhlaba uwodwa uya kunikelwa *kuNdikhoyo uya kuba ziikhilomitha ezilishumi elinambini elinesiqingatha ubude neekhilomitha ezintlanu ububanzi.