Ezekiel 5:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okuya ndituma pezu kwabo intolo ezimbi zendlala, eziya kuba zezokutshabalalisa, endiya kuzitumela ukutshatyalaliswa kwenu; nendlala ndiya kuyandisa pezu kwenu, ndinapulele umsimelelo wesonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nasekuzithumeni kwam kuwe iintolo ezimbi zendlala, ezizezolonakaliso, endiya kuzithuma ukuze zinonakalise. Ndiya kuyandisa indlala phezu kwenu, ndiwaphule umsimelelo asisonka kuni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ekuzithumeni kwam kuwe iintolo ezimbi zendlala, eziya kubatshabalalisa, ndibathumele ukuba batshabalalise; Ndokwandisa ukulamba kwenu, ndiwaphule umsimelelo osisonka senu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintolo zam endinitshabalalisa ngazo yindlala. Ewe, ndiya kuyandisa indlala kuni ngokuvala ningakuzuzi ukudla.