Ezekiel 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kukwenza kuwe oko endingakwenzanga, nendingayi kubuya ndikwenze okunjalo, ngenxa yazo zonke izinto zako ezibuntshontsho.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndenze kuwe endingazanga ndikwenze, endingayi kubuya ndikwenze okunjalo, ngenxa yamasikizi akho onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kwenza kuwe endingazanga ndikwenze ngaphambili, endingayi kubuya ndikwenze ngenxa yamasikizi akho onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yamasikizi owenzileyo, kuwe ndiza kwenza into endingazange ndayenza ngaphambili, endingayi khuphinda ndiyenze nanini na.