Ezekiel 6:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova: andifumane ndateta ukuti ndiya kubenzela ilishwa eli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kwazi ukuba ndinguYehova; andifumane ndathetha ndathi, Ndiya kubenza obu bubi kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kwazi ukuba ndinguYehova, ukuba ndingatshongo ilize ukuba ndiya kubenza obu bubi kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kundazi ukuba mna ndinguNdikhoyo, andifananga ndabatyityimbisela umnwe ukuba ndiya kubahlisela esi sithwakumbe.